Inguqulelo ka harsh in isiXhosa

harsh

-ngqwabalala

Ubizo-magama /haash/

isiphawuliharsher, harshest

  • 1

    -ngqwabalala
    -ngqongqo
    -rhabaxa
    -lukhuni
    He is a harsh boss who treats workers badly Ungumphathi ongqwabalala obaphatha kakubi abasebenzi
  • 2

    -rhabaxa
    A crow has a harsh voice Unomyayi unelizwi elirhabaxa