Inguqulelo ka haunt in isiXhosa

haunt

-porha

Ubizo-magama /hawnt/

isenzihaunted, haunting

  • 1

    -porha
    A ghost haunts this house Isiporho siporhela kule ndlu
  • 2

    -hlupha qho engqondweni
    -fikela qho engqondweni
    Memories of the war haunt him Iinkumbulo zemfazwe zimhlupha qho engqondweni