Inguqulelo ka headline in isiXhosa

headline

ingongoma ephambili

Ubizo-magama /hed-line/

isibizoPlural headlines

  • 1

    ingongoma ephambili
    intloko-siqendu
    The newspaper headline is "Springbok victory" Ingongoma ephambili yephephandaba ithi "Impumelelo yamaBhokobhoko"