Inguqulelo ka heaven in isiXhosa

heaven

izulu

Ubizo-magama /hev-uhn/

isibizo

  • 1

    izulu
    She believes her grandmother has gone to heaven Ukholelwa ukuba umakhulu wakhe uye ezulwini
  • 2ngokungekho sikweni

    indawo ekumnandi kuyo
    This beach is heaven Unxweme yindawo ekumnandi kakhulu kuyo