Inguqulelo ka heavy in isiXhosa

heavy

-nzima

Ubizo-magama /hev-ee/

isiphawuliheavier, heaviest

  • 1

    -nzima
    -sinda(yo)
    Can you lift this heavy box? Ungayiphakamisa le bhokisi inzima?
  • 2

    -tyebile(yo)
    -nesiqu
    -mkhulu
    -sisidudla ngokungekho sikweni
    A large, heavy woman filled the seat next to me Ugxogxo lomfazi otyebileyo lwasigqiba sonke isitulo esisecaleni kwam
  • 3

    (used about rain)
    -khulu
    We had heavy rain yesterday Sifumene imvula enkulu izolo