Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika help in isiXhosa

: help1help2

help1

-nceda

Ubizo-magama /help/

isenzihelped, helping

  • 1

    -nceda
    Please help me! Khawundincede ndiyakucela!
    How can I help you? Ndingakunceda ngantoni?
    They help each other Bayancedana

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika help in isiXhosa

: help1help2

help2

uncedo

Ubizo-magama /help/

isibizo

  • 1

    uncedo
    Do you need help? Uyalufuna uncedo?