Inguqulelo ka herb in isiXhosa

herb

isityalo sokunonga

Ubizo-magama /hurb/

isibizoPlural herbs

  • 1

    isityalo sokunonga
    igqabi elityiwayo
    The cook uses herbs to flavour the food Umpheki usebenzisa izityalo zokunonga ukutya
  • 2

    iyeza
    umthi
    ichiza
    Traditional healers use many different herbs Amaxhwele asebenzisa amachiza ahlukeneyo