Inguqulelo ka herbivore in isiXhosa

herbivore

isidla-tyani

Ubizo-magama /hurb-i-vaw/

isibizoPlural herbivores

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidla-tyani
    isilwanyana esitya utyani
    Cows and elephants are herbivores Iinkomo neendlovu zizidla-tyani
    → Compare carnivore, omnivore
    • an animal that eats only plants
    • isilwanyana esitya utyani kuphela