Inguqulelo ka herd in isiXhosa

herd

umhlambi

Ubizo-magama /hurd/

isibizoPlural herds

  • 1

    umhlambi
    He has a herd of ten cattle Unomhlambi weenkomo ezilishumi

Usetyenziso

In English we talk about a 'herd of cattle', a 'herd of elephants', and a 'herd of buck', 'a flock' or 'herd of goats' and 'a flock of sheep'.

isenzi

  • 1

    -alusa
    The boy herds cattle and goats Inkwenkwe yalusa iinkomo neebhokhwe