Inguqulelo ka heritage in isiXhosa

heritage

ilifa lemveli

Ubizo-magama /he-ri-tuhj/

isibizo

imbali

  • 1

    ilifa lemveli
    • things from the past that are valuable to us, for example, our culture, old objects, and the natural environment
    • izinto zakudala (zamandulo) nezixabisekileyo kuthi, umzekelo, inkcubeko yethu, izinto ezindala kunye nendalo esingqongileyo