Inguqulelo ka hexagon in isiXhosa

hexagon

unxantandathu

Ubizo-magama /hekss-uh-gon/

isibizoPlural hexagons

izibalo

  • 1

    unxantandathu
    iheksagoni
    In a regular hexagon, the sides are all equal Kunxantandathu oqhelekileyo, amacala onke ayalingana
    • a flat closed shape with six straight sides
    • imilo emcaba evalekilyo, enamacala amathandathu athe ngqo