Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hide in isiXhosa

: hide1hide2

hide1

-fihla

Ubizo-magama /hide/

isenzihid, hiding, hidden

  • 1

    -fihla
    Hide the money in the house Fihla imali endlwini
  • 2

    -zimela
    He is hiding behind a tree Uzimele ngomthi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hide in isiXhosa

: hide1hide2

hide2

isikhumba

Ubizo-magama /hide/

isibizoPlural hides

  • 1

    isikhumba
    ufele
    Cow hides are used to make shoes Izikhumba zeenkomo zisetyenziselwa ukwenza izihlangu