Inguqulelo ka high in isiXhosa

high

-phakamile(yo)

isiphawulihigher, highest

  • 1

    -phakamile(yo)
    It's a high mountain Yintaba ephakamileyo
  • 2

    -phezulu
    The clouds are high in the sky Amafu aphezulu esibhakabhakeni
  • 3

    -de
    The door is two metres high Ucango luziimitha ezimbini ubude
  • 4

    -phezulu
    -phakamile(yo)
    The shop has high prices Ivenkile inamaxabiso aphezulu
    a high temperature ubushushu obuphezulu

isihlomelo

  • 1

    phezulu
    The bird flew high Intaka yabhabhela phezulu