Inguqulelo ka how old in isiXhosa

how old

-ngakanani?

  • 1

    -ngakanani?
    -dala kangakanani?
    buthini ubudala?
    mingaphi iminyaka? ngokungekho sikweni
    How old are you? Mingaphi iminyaka yakho?