Inguqulelo ka hurt in isiXhosa

hurt

-tya

Ubizo-magama /hurt/

isenzihurting

  • 1

    -tya
    -visa kabuhlungu
    These shoes hurt my feet Ezi zihlangu ziyanditya
  • 2

    -limaza
    -enzakala
    He fell and hurt his leg badly Wawa, walimala umlenze kakhulu
  • 3

    -hlungisa
    -khathaza
    You hurt people when you are unkind Uyabahlungisa abantu xa ungenaluvelwano
  • 4

    (be painful)
    -buhlungu
    My stomach hurts Isisu sam sibuhlungu