Inguqulelo ka ideophone in isiXhosa

ideophone

isifanekisozwi

Ubizo-magama /id-i-uh-fone/

isibizoPlural ideophones

  • 1

    isifanekisozwi
    Examples of ideophones are "jaju", "jwi" and "mba" Imizekelo yezifanekisozwi ngu"jaju", "jwi" no"mba"
    • In isiXhosa, ideophones are words that help to emphasise how something happens. Often they imitate the sound of something
    • EsiXhoseni izifanekisozwi ngamagama agxininisa ukuba into ethile yenzeka njani. Amaxa amaninzi zilinganisa isandi sento