Inguqulelo ka idiom in isiXhosa

idiom

isaci

Ubizo-magama /id-ee-uhm/

isibizoPlural idioms

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isaci
    isangotshe
    "To be in hot water" is an English idiom that means to be in trouble "Ukuba semanzini ashushu" sisaci sesiNgesi esithetha ukuba sengxakini
    • words that have a special meaning when they are used together
    • amagama anentsingiselo eyodwa xa esetyenziswe kunye