Inguqulelo ka immigrate in isiXhosa

immigrate

-ngenelela njengommi

Ubizo-magama /im-i-grayt/

isenziimmigrated, immigrating

  • 1

    -ngenelela njengommi
    -fudukela
    She immigrated to South Africa from Zimbabwe Wafudukela eMzantsi Afrika esuka eZimbabwe
    → Compare emigrate