Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika import in isiXhosa

: import1import2

import1

iimpahla ezivela kwamanye amazwe

Ubizo-magama /im-pawt/

isibizoPlural imports

  • 1

    iimpahla ezivela kwamanye amazwe
    uthengo kwamanye amazwe
    These clothes are imports from China Ezi mpahla yimveliso evela eTshayina
    → Compare export

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika import in isiXhosa

: import1import2

import2

-thenga kwamanye amazwe

Ubizo-magama /im-pawt/

isenziimported, importing

  • 1

    -thenga kwamanye amazwe
    South Africa imports rice from India UMzantsi Afrika uthenga irayisi eIndiya
    → Compare export