Inguqulelo ka improve in isiXhosa

improve

-phucula

Ubizo-magama /im-proov/

isenziimproved, improving

  • 1

    -phucula
    -enza bhetele
    We are improving our house Siphucula indlu yethu
    My maths has improved Ndenza bhetele kwizibalo
  • 2

    -chacha
    -va bhetele
    Has your mother's health improved? Umama wakho uyachacha?