Inguqulelo ka indirect in isiXhosa

indirect

-hola(yo)

Ubizo-magama /in-dy-rekt/

isiphawuli

  • 1

    -hola(yo)
    -jikela(yo)
    -ngathanga ngqo
    The indirect route to Hogsback is longer but beautiful Indlela eholayo eya eHogsburg inde, kodwa intle
  • 2

    -ngathanga ngqo
    Cholera was an indirect result of the war Utyatyazo lwaba sisiphumo semfazwe esingathanga ngqo