Inguqulelo ka inflation in isiXhosa

inflation

i-infleyshini

Ubizo-magama /in-flay-shuhn/

isibizo

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    i-infleyshini
    ukunyuka kwamaxabiso
    • a continuous increase in general prices
    • ukunyuka rhoqo kwamaxabiso