Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika influence in isiXhosa

: influence1influence2

influence1

ifuthe

Ubizo-magama /in-floo-uhnss/

isibizoPlural influences

  • 1

    ifuthe
    impembelelo
    She is calm and kind and is a good influence on her friends Uzolile kwaye unobubele kwaye unefuthe elihle kubahlobo bakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika influence in isiXhosa

: influence1influence2

influence2

-ba nefuthe

Ubizo-magama /in-floo-uhnss/

isenziinfluenced, influencing

  • 1

    -ba nefuthe
    -ba nempembelelo
    Does TV influence children's behaviour? Ngaba ithivi inefuthe kwindlela yokuziphatha yabantwana?