Inguqulelo ka inherit in isiXhosa

inherit

-fumana njengelifa

Ubizo-magama /in-he-rit/

isenziinherited, inheriting

  • 1

    -fumana njengelifa
    -fuza nga-
    When Bongi died, his children inherited the house Akuba eswelekile uBongi, abantwana bakhe bafumana indlu njengelifa
    I inherited my father's red hair Ndifuze utata ngeenwele ezibomvu