Inguqulelo ka inner in isiXhosa

inner

-ngaphakathi

Ubizo-magama /in-uh/

isiphawuli

  • 1

    -ngaphakathi
    Remove the outer leaves of the cabbage, and use the inner leaves Susa amagqabi angaphandle ekhaphetshu, usebenzise amagqabi angaphakathi
  • 2

    -ngaphakathi
    Describe your inner feelings Chaza iimvakalelo zakho ezingaphakathi