Inguqulelo ka insect in isiXhosa

insect

isinambuzane

Ubizo-magama /in-sekt/

isibizoPlural insects

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isinambuzane
    Flies, ants, butterflies, mosquitoes and bees are all examples of insects Iimpukane, iimbovane, amabhabhathane, iingcongconi neenyosi zonke ziyimizekelo yezinambuzane
    • a small animal with six legs and a body with three sections
    • isilwanyana esincinane esinemilenze emithandathu kunye nomzimba onamacandelo amathathu

Usetyenziso

In informal English we sometimes use the word 'insect' to mean any small creature. But in scientific language, it is a creature that fits the definition in Sense 1 above.