Inguqulelo ka inside in isiXhosa

inside

-phakathi

Ubizo-magama /in-side/

preposition, isihlomelo, & isiphawuli

  • 1

    -phakathi
    ngaphakathi
    Come inside – it's raining! Ngena ngaphakathi – kuyana!
    What is inside the box? Kukho ntoni phakathi ebhokisini?

isibizo

  • 1

    umphakathi
    The inside of a banana is soft Umphakathi webhanana uthambile