Inguqulelo ka instruct in isiXhosa

instruct

-yalela

Ubizo-magama /in-strukt/

isenziinstructed, instructing

  • 1

    -yalela
    He instructed us to leave Wasiyalela ukuba sihambe
  • 2

    -fundisa
    -qeqesha
    Please instruct the class on how to use the computers Nceda ufundise iklasi ukusebenzisa iikhompyutha