Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika insult in isiXhosa

: insult1insult2

insult1

-thuka

Ubizo-magama /in-sult/

isenziinsulted, insulting

  • 1

    -thuka
    He insulted the manager and called him a fool Uthuke umphathi, wathi usisibhanxa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika insult in isiXhosa

: insult1insult2

insult2

isithuko

Ubizo-magama /in-sult/

isibizoPlural insults

  • 1

    isithuko
    isigculelo
    She shouted insults at us Usikhwaze ngezithuko

Usetyenziso

Note that the noun 'insult' is pronounced differently from the verb.