Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika interest in isiXhosa

: interest1interest2

interest1

into enomdla

Ubizo-magama /in-trest/

isibizoPlural interests

  • 1

    into enomdla
    umdla
    Her interests are films and tennis Umdla wakhe ukwiifilim nentenetya
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    inzala
    He receives interest of 5% on the money in his savings account Ufumana inzala esisi-5 seepesenti kwimali ekwiakhawunti yakhe yoqoqosho

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika interest in isiXhosa

: interest1interest2

interest2

-tsala umdla

Ubizo-magama /in-trest/

isenziinterested, interesting

  • 1

    -tsala umdla
    We're trying to interest Jacob in soccer Sizama ukutsalela umdla kaJacob esokeni