Inguqulelo ka introduce in isiXhosa

introduce

-azisa

Ubizo-magama /in-truh-dyooss/

isenziintroduced, introducing

  • 1

    -azisa
    Thabo introduced me to Vuyo and Mike UThabo wandazisa kuVuyo noMike
  • 2

    -ngenisa
    -sungula
    The teacher is introducing a new rule Utitshala usungula umthetho omtsha