Inguqulelo ka inverse in isiXhosa

inverse

-phendulelana(yo)

Ubizo-magama /in-vurss/

isiphawuli

izibalo

  • 1

    -phendulelana(yo)
    -gqwethiwe(yo)
    Re-arrange the numbers in inverse order Landelelanisa kwakho amanani ngokugqwethiweyo
    Multiplication and division are inverse operations Ukuphindaphinda nokwahlula ziinkqubo eziphendulelanayo

Inguqulelo ka inverse in isiXhosa

inverse

uphendulelwano

Ubizo-magama /in-vurss/

isibizo

  • 1

    uphendulelwano
    The inverse of 4 is -4 Uphendulelwano lwesi-4 sisi- -4

Inguqulelo ka inverse in isiXhosa

inverse

uphendulelwano

Ubizo-magama /in-vurss/

isibizo

  • 1

    uphendulelwano
    The inverse of 4 is -4 Uphendulelwano lwesi-4 sisi- -4