Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika iron in isiXhosa

: iron1iron2iron3

iron1

iayini

Ubizo-magama /iy-uhn/

isibizoPlural irons

  • 1

    iayini
    I need an iron so I can iron a shirt Ndifuna iayini ukuze ndiayine ihempe

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika iron in isiXhosa

: iron1iron2iron3

iron2

-ayina

isenzi

  • 1

    -ayina
    He is ironing a shirt Uayina ihempe

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika iron in isiXhosa

: iron1iron2iron3

iron3

intsimbi

Ubizo-magama /iy-uhn/

isibizoPlural irons

  • 1

    intsimbi
    Iron is a useful metal Intsimbi sisinyithi esiluncedo
  • 2

    (mineral in food)
    iayoni
    Meat contains iron Inyama ineayoni