Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika issue in isiXhosa

: issue1issue2

issue1

umba

Ubizo-magama /ish-oo or iss-yoo/

isibizoPlural issues

  • 1

    umba
    umcimbi
    Health is an important issue Impilo ngumba obalulekileyo
    We discussed the issue of theft from classrooms Saxoxa umba wobusela eziklasini
  • 2

    uhlelo
    Read today's issue of the Cape Times Funda uhlelo lweCape Times lwanamhlanje

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika issue in isiXhosa

: issue1issue2

issue2

-nika

Ubizo-magama /ish-oo or iss-yoo/

isenziissued, issuing

  • 1

    -nika
    -gqithisa
    -khupha
    -hambisa
    The teacher issued books to everyone Utitshala wanika umntu wonke iincwadi