Inguqulelo ka joint in isiXhosa

joint

isidibanisi

Ubizo-magama /joynt/

isibizoPlural joints

  • 1

    itheknoloji
    isidibanisi
    ijoyinti ngokungekho sikweni
    • a place where one thing is connected to another
    • indawo apho into enye idibana khona nenye
  • 2

    ilungu
    The body has many joints, for example knees and elbows Umzimba unamalungu amaninzi, umzekelo amadolo neengqiniba