Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika joke in isiXhosa

: joke1joke2

joke1

isiqhulo

isibizoPlural jokes

  • 1

    isiqhulo
    isiyolisi
    into ehlekisayo
    My friend told us a joke Umhlobo wam wasibalisela ibali elisisiyolisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika joke in isiXhosa

: joke1joke2

joke2

-qhula

isenzijoked, joking

  • 1

    -qhula
    -hlekisa
    Jake is always joking and laughing UJake usoloko eqhula, ehleka
    It's not true – I was only joking! Asiyonyani – bendiqhula nje!