Inguqulelo ka jump in isiXhosa

jump

-tsiba

Ubizo-magama /jump/

isenzijumped, jumping

  • 1

    -tsiba
    The dog jumped over the gate Inja yatsiba ngaphaya kwegeyithi
  • 2

    -xhuma
    When she heard the noise, she jumped up suddenly Wathi akuva ingxolo, waxhuma kwangoko