Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika just in isiXhosa

: just1just2

just1

kanye

Ubizo-magama /just/

isihlomelo

  • 1

    kanye
    nqo
    This bag is just what I want – it's perfect Le bhegi iyile nto kanye ndiyifunayo – igqibelele
  • 2

    -fana nje
    He only just caught the bus Ufane nje wayifumana ibhasi
  • 3

    ngoku
    -andula uku-
    I have just boiled the water. Would you like tea? Ndandula kubilisa amanzi ngoku. Uyayifuna iti?
  • 4

    nje
    Be patient. He is just a child Yiba nomonde. Ungumntwana nje
    → Synonym of only

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika just in isiXhosa

: just1just2

just2

-lungile(yo)

Ubizo-magama /just/

isiphawulimore just, most just

  • 1

    -lungile(yo)
    -fanelekile(yo)
    That is a just reward for your hard work Lowo ngumvuzo ofanelekileyo wokusebenza kwakho nzima