Inguqulelo ka juvenile in isiXhosa

juvenile

ulutsha

Ubizo-magama /joo-vuh-nile/

isibizoPlural juveniles

  • 1

    ulutsha
    umntu omtsha
    This court is for juveniles – mainly people aged between ten and eighteen Le inkundla yeyolutsha – ikakhulu abantu ababudala buphakathi kweshumi neshumi elinesibhozo

isiphawuli

  • 1

    PC+ubutshivela
    The man complained about the boys' juvenile behaviour Indoda yakhalazela isimo sobutshivela senkwenkwe