Inguqulelo ka keep in isiXhosa

keep

-gcina

Ubizo-magama /keep/

isenzikept, keeping

  • 1

    -gcina
    You can keep that book Ungayigcina laa ncwadi
  • 2

    -gcinela
    Please keep my money for me Nceda undigcinele imali yam
  • 3

    -gcina
    I keep this room tidy Ndiligcina licocekile eli gumbi
  • 4

    (used about food)
    -hlala
    Oranges keep well, but bananas go bad quickly Amaorenji ayahlala, kodwa iibhanana zonakala msinyane