Inguqulelo ka kidnap in isiXhosa

kidnap

-xhwila umntu

Ubizo-magama /kid-nap/

isenzikidnapped, kidnapping

  • 1

    -xhwila umntu
    -qweqwedisa
    Men kidnapped a soldier and demanded money for his release Amadoda aqweqwedisa ijoni afuna imali yokulikhulula