Inguqulelo ka kraal in isiXhosa

kraal

umzi

Ubizo-magama /kraal/

isibizoPlural kraals

  • 1

    umzi
    This is Zwelinzima's kraal Lo ngumzi kaZwelinzima
  • 2

    ubuhlanti
    uthango
    isibaya
    This is the kraal for cattle, and these are the kraals for goats and calves Obu bubuhlanti beenkomo, ezi zizibaya zeebhokhwe namathole