Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika label in isiXhosa

: label1label2

label1

ileyibhile

Ubizo-magama /lay-buhl/

isibizoPlural labels

  • 1

    ileyibhile
    iphetshana ekubhalwa kulo isiqulatho
    Read the label on the tin of beans Funda ileyibhile enkonkxeni yeembotyi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika label in isiXhosa

: label1label2

label2

-phawula

Ubizo-magama /lay-buhl/

isenzilabelled, labelling

  • 1

    -phawula
    -xela
    -leyibhela
    Draw a bicycle and label each part Zoba ibhayisekile uphawule ilungu ngalinye