Inguqulelo ka lagoon in isiXhosa

lagoon

ichweba

Ubizo-magama /luh-goon/

isibizoPlural lagoons

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ichweba
    idike
    • a lake of salty water that is separated from the sea by a bank of sand or rock
    • ichityana elinamanzi amtyuba (abutyuwarha) elohlulwe kulwandle ludonga lwesanti okanye lilitye elikhulu