Inguqulelo ka lava in isiXhosa

lava

ilava

Ubizo-magama /laa-vuh/

isibizo

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ilava
    inyibilika-ntabomlilo
    udaka olushushu lwentaba-mlilo
    Lava poured down the side of the volcano Ilava yehla ngecala lentabamlilo
    • very hot melted rock that flows out of a volcano
    • lilitye elishushu kakhulu elinyibilikileyo eliphuphuma kwintabamlilo (ivolkhano)