Inguqulelo ka life in isiXhosa

life

ubomi

Ubizo-magama /life/

isibizoPlural lives

  • 1

    ubomi
    There is life on Earth but not on the moon Kukho ubomi eMhlabeni, hayi enyangeni
  • 2

    ubomi
    Read the story of Phalo's life Funda ibali ngobomi bukaPhalo
    He had a long life Wayenobomi obude
  • 3

    ubomi
    A doctor saved Amber's life Ugqirha wasindisa ubomi buka-Amber
  • 4

    ubomi
    impilo
    Do you prefer life in the city or life in the country? Ukhetha ubomi basedolophini okanye obasemaphandleni?