Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lift in isiXhosa

: lift1lift2

lift1

-phakamisa

Ubizo-magama /lift/

isenzilifted, lifting

  • 1

    -phakamisa
    -nyusa
    I'll lift the box onto the table Ndiza kuphakamisa ibhokisi ndiyibeke etafileni
    Lift your arms Phakamisa iingalo zakho

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lift in isiXhosa

: lift1lift2

lift2

ilifti

Ubizo-magama /lift/

isibizoPlural lifts

  • 1

    ilifti
    Take the lift to the third floor of the building Khwela ilifti uye kumgangatho wesithathu wesakhiwo
  • 2

    ukukhwelisa
    ilifti
    Please give me a lift to school Nceda undiphe ilifti ndiye esikolweni