Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika limit in isiXhosa

: limit1limit2

limit1

-qingqa

Ubizo-magama /lim-it/

isenzilimited, limiting

  • 1

    -qingqa
    -nyina
    We limit the number of children in each class to 25 Siyaliqingqa inani labantwana kwiklasi nganye liphele kuma-25

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika limit in isiXhosa

: limit1limit2

limit2

ummiselo

Ubizo-magama /lim-it/

isibizoPlural limits

  • 1

    ummiselo
    umda
    Slow down; there's a speed limit here Thoba isantya; kukho ummiselo wesantya apha