Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika link in isiXhosa

: link1link2

link1

-dibanisa

Ubizo-magama /lingk/

isenzilinked, linking

  • 1

    -dibanisa
    -qhagamshela
    Link the two pieces of wire Dibanisa izijungqe ezibini zocingo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika link in isiXhosa

: link1link2

link2

ukuzalana

Ubizo-magama /lingk/

isibizoPlural links

  • 1

    ukuzalana
    unxibelelwano
    There is a link between smoking and lung disease Kukho ukuzalana phakathi kokutshaya nesifo semiphunga
    → Synonym of connection
  • 2

    iqhagamshela
    ilungu
    Count the links in the chain Bala amaqhagamshela etyathanga