Inguqulelo ka litre in isiXhosa

litre

ilitha

(l)

Ubizo-magama /lee-tuh/

isibizoPlural litres

izibalo

  • 1

    ilitha
    She drank a litre of water Wasela ilitha yamanzi
    • a unit for measuring liquids
    • iyunithi yokulinganisa ulwelo okanye into ebumanzirha